Dr Love Tshakae
Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Dr Love Tshakae, Health/Beauty, Donkerbos6838, Dubai.
Pain yohlala nomntu wakho , then afounelwe ngu mntuwakhe wamanyani kuthiwe โThula nanku baby efouna โ๐ค๐ซ๐๐. Uqonde wenjakazi mna andingo baby wakho ? . Kuthiwe ndandikuxelele uba ndiyajola wathi uzayimela ๐ญ๐ซ๐ค. Haibo hule khange ndithi thetha naye ndikhona klk ๐ญ๐๐ฅบ uvele ubone kunyuka into esifubeni izokuvala umqala ๐ซ๐. Xa uqala uqumba uphinde uzicenge ngoba lee bhefta ndiyayifuna nayo .
Phezukoba unyamezele lee call yale bhokhwe yakhe, kubuzwe uhleli nabani ? Wenzani baby ? . Athi yena โNdisebhedini lele alone mntuwam sbwl s*x yakho โ ๐ญ๐ uve nantso ntliziyo iyohlala emaqatheni ๐๐kungabinani bathethe hour yonke ๐ฅบ๐ญxa begqiba kuthiwe โuqumbile kengoku ? Hayi suziphambanisa sana umdala kangaka โ ๐ญ๐ญ๐. Atsho phofu ejonga lee elala esithi khawulale wethu uyeke tuja ๐๐๐ญ๐ค. Phofu yonke lento yenzeka kwakho ๐ฉ๐ฉ๐๐๐คฃ๐คฃ
Dr Love Tshakae Send a message to learn more
Click here to claim your Sponsored Listing.
Category
Contact the business
Website
Address
Dubai
