Ingcaphephe
Ingcaphephe ngokwezendalo
Yithi khe ndikukrobise
Inyama yehagu xawuthe wathatha isipili wasijongisa ngaselangeni🌞bese uthathe inyama leyo uyiveze pha esipilini kuye kuvele impethu ezinabulayo
Yithi khe ndikukrobise
Bowusazi ukuba ingqondo yowasetyhini iye imnke 7 hours xakethe akafumana uGood Morning/uGood Night osuka kwiqabane lakhe
Yithi khe ndikukrobise
Esona sitovu🍑sishushu kakhulu sesama 90s ukodlula zonke izitovu ezikhoyo ehlabathini
Yithi khe ndikukrobise
Amadoda aya kathathu endlini yangasese ngosuku bona abasetyhini baya kalishumi elinanye
Yithi khe ndikukrobise
Abona bantu baxoka kakhulu ehlabathini ngaba abafutshane
Yithi khe ndikukrobise
Eyona ndawo inkulu emzimbeni wakho ngeyona igcwele iintsikelelo zikamdali
Yithi khe ndikukrobise
Ukukhupha umoya wesinqa ezingibeni xawulele nowakwakho kuyawuqinisa umtshato
Click here to claim your Sponsored Listing.
Category
Telephone
Website
Address
Cape Town
SOKHYFV
Alerts
Be the first to know and let us send you an email when Ingcaphephe posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.
